Uhlaziyo-Mnqophiso 22:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ukuba umniniyo uhlala kude okanye akuyazi ukuba yekabani na, yithathe uyigcine kwakho. Akufika ke umniniyo eyifuna mnike.

Uhlaziyo-Mnqophiso 22

Uhlaziyo-Mnqophiso 22:1-4