Uhlaziyo-Mnqophiso 20:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba kukho indoda esandula ukutyala isidiliya, kodwa ingekavuni kuso? Xa kunjalo ke leyo mayibuy' umva; kungenjalo, xa ithe ayabuya emfazweni, loo wayini yayo iya kuxhanyulwa mntu wumbi.

Uhlaziyo-Mnqophiso 20

Uhlaziyo-Mnqophiso 20:1-14