Uhlaziyo-Mnqophiso 20:5 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke zona iinduna ziya kubhekisa emkhosini zithi: ‘Ngaba kukho ndoda na apha kuni esandula ukwakha indlu, kodwa ingekayivuli? Xa kunjalo ke lowo makabuy' umva agoduke. Kungenjalo, xa athe akabuya emfazweni, loo ndlu yakhe iya kuvulwa mntu wumbi.

Uhlaziyo-Mnqophiso 20

Uhlaziyo-Mnqophiso 20:3-14