Uhlaziyo-Mnqophiso 12:15 Ibhayibhile (XHO96)

“Kambe ke nikhululekile ukuba nixhele kwimfuyo yenu, niyixhelele naphi na apho nihlala khona. Ningatya kangangoko nithamsanqeliswa nguNdikhoyo. Xa ninonke abahlambulukileyo nabangahlambulukanga bangayitya inyama leyo kwanjengokuba nisenza kweyebhadi okanye inxala.

Uhlaziyo-Mnqophiso 12

Uhlaziyo-Mnqophiso 12:14-17