Uhlaziyo-Mnqophiso 12:14 Ibhayibhile (XHO96)

koko kufuneka niwenzele kuloo ndawo ayinyulileyo uNdikhoyo kumhlaba wenye yezindlu zenu. Amadini enu atshiswayo nowenzela kuloo ndawo kuphela, ngokunjalo ke nazo zonke izinto endiniyalele ukuba nizenze.

Uhlaziyo-Mnqophiso 12

Uhlaziyo-Mnqophiso 12:7-19