Uhlaziyo-Mnqophiso 1:33 Ibhayibhile (XHO96)

kanti nguye owayesoloko enikhokela ade anifunele nendawo eningamisa kuyo. Ewe, kaloku wayenikhokela ngelangatye lomlilo ebusuku, ukuze niyibone indlela emanihambe ngayo, aze anikhokele ngomqulu welifu emini.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 1

Uhlaziyo-Mnqophiso 1:31-41