Uhezekile 8:11 Ibhayibhile (XHO96)

Phambi kwazo kwakumi amashumi asixhenxe amadoda amakhulu endlu kaSirayeli, phakathi kwawo kukho uYazaniya unyana kaShafan. Nganye kuwo yayiphethe isitya esinesiqholo, kuso kunyuka umsi.

Uhezekile 8

Uhezekile 8:7-16