Uhezekile 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaza ke ndangena, ndajonga, ndabona eludongeni kukrolwe imifanekiso yezilo ezirhubuluzayo nezilwanyana ezinezothe nazo zonke izithixo ezisuke zanqulwa yindlu kaSirayeli.

Uhezekile 8

Uhezekile 8:5-12