Uhezekile 6:12 Ibhayibhile (XHO96)

Okude uya kufa ngobhubhani; okufutshane uya kufa ngekrele; othe wasinda uya kufa yindlala. Ndiya kwenjenjalo ke xa ndiwukhuphela kubo umsindo wam.

Uhezekile 6

Uhezekile 6:6-14