Uhezekile 6:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Ithi iNgangalala iNkosi uNdikhoyo: Betha ngesandla sakho, ungqishe ngonyawo, uthi: ‘Yeha!’ ngenxa yamanyundululu endlu kaSirayeli, kuba baya kufa ngekrele, ngendlala, nangobhubhani.

Uhezekile 6

Uhezekile 6:1-14