Uhezekile 48:9 Ibhayibhile (XHO96)

“Lo mhlaba uwodwa uya kunikelwa *kuNdikhoyo uya kuba ziikhilomitha ezilishumi elinambini elinesiqingatha ubude neekhilomitha ezintlanu ububanzi.

Uhezekile 48

Uhezekile 48:1-17