Uhezekile 45:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kuya kuphinda kwenziwe njalo ngosuku lwesixhenxe enyangeni, kusenzelwa lowo ungaba wone engaqondanga okanye ebangwa kukungazi; nendlu kaThixo yocanyagushelwa kwangolu hlobo.

Uhezekile 45

Uhezekile 45:17-25