Uhezekile 44:9 Ibhayibhile (XHO96)

Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Akukho ntlanga ingalukanga engandikhonziyo iya kungena esibingelelweni sam, nditsho nkqu nomngeneleli ohlala phakathi kwamaSirayeli.

Uhezekile 44

Uhezekile 44:3-18