Uhezekile 39:23 Ibhayibhile (XHO96)

Izizwe ziya kwazi ukuba abantu bakwaSirayeli bathinjwa ngenxa yesono sabo, kuba babenganyanisekanga kum. Ke mna ndazifihla kubo, ndaza ndabanikezela ezintshabeni zabo, bonke babulawa ngekrele.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:22-25