Uhezekile 39:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ukususela kuloo mini isizwe sakwaSirayeli siya kundazi ukuba ndinguNdikhoyo uThixo waso.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:20-23