Uhezekile 38:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kumohlwaya ngobhubhani nangobugwinta; ndiya kunisa izandyondyo zemvula, isichotho nesalfure evuthayo phezu kwakhe naphezu komkhosi wakhe nezo zizwe ahamba nazo.

Uhezekile 38

Uhezekile 38:17-23