Uhezekile 37:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kunamathelisa imisipha kuni, ndigqume ngenyama, ndize ndinambathise ngolusu. Ndiya kunifaka umoya, nize nibe ngabaphilayo. Niya kutsho nazi ukuba ndinguNdikhoyo.”

Uhezekile 37

Uhezekile 37:1-12