Uhezekile 37:5 Ibhayibhile (XHO96)

Itsho iNkosi uNdikhoyo kula mathambo ukuthi: Ndiya kufaka umoya kuni ukuze nidle ubomi.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:1-8