Uhezekile 36:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kubenza abantu bam, amaSirayeli, banyathele phezu kwenu. Niya kuba ziintaba zabo, nibe lilifa labo. Anisoze niphinde nibahluthe abantwana babo.

Uhezekile 36

Uhezekile 36:10-17