Uhezekile 36:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kulandisa inani labantu nemfuyo; ziya kuchuma zande. Ndiya kumisa abantu kuni, kube ngcono kuni kunangaphambili. Niya kuqonda ngoko ukuba ndinguNdikhoyo.

Uhezekile 36

Uhezekile 36:6-14