Uhezekile 34:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuzalusela emadlelweni aluhlaza; ziya kudla ezintabeni zakwaSirayeli. Ziya kubutha emadlelweni amahle, zidle eyona-yona ngca ezintabeni zakwaSirayeli.

Uhezekile 34

Uhezekile 34:6-16