Uhezekile 34:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuzikhupha ezizweni, ndizibuthe emazweni, ndizifake kwelazo ilizwe. Ndiya kuzalusela ezintabeni eziphakamileyo zakwaSirayeli, ezingxingweni, nakuzo zonke izithanga zelizwe.

Uhezekile 34

Uhezekile 34:4-15