Uhezekile 33:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ukuba umntu okhahlakeleyo umnqandile kubugwenxa bakhe, waza akakuva, uya kufa ngenxa yesono sakhe, kodwa wena uya kuba ubuhlangule ekufeni ubomi bakho.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:6-14