Uhezekile 33:8 Ibhayibhile (XHO96)

Xa ndisithi kumntu okhohlakeleyo: ‘Inene, uza kufa, sikhohlakalindini,’ uze wena ungathethi naye umnqande kubugwenxa bakhe, ade yena afele esonweni sakhe, ityala lokufa kwakhe ndiya kulibeka kuwe.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:1-12