Uhezekile 33:32 Ibhayibhile (XHO96)

Enyanisweni wena kubo unjengomntu ocula iingoma zothando ngelizwi elimyoli, nodlala isikhalisi kamnandi, kuba bayaweva amazwi akho, kodwa abenzi lutho ngawo.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:31-33