Uhezekile 31:17 Ibhayibhile (XHO96)

Abo babephumla emthunzini wawo, izizwe ezingabancedisi bawo, nabo babengene engcwabeni kunye nawo, baya kuhlangana nâbo babefe ngekrele.

Uhezekile 31

Uhezekile 31:12-18