Uhezekile 31:16 Ibhayibhile (XHO96)

Izizwe ndazenza zangcangcazela zakuva isandi sokuwa kwawo xa ndandiwufaka engcwabeni kunye nabo bangena kwelabafileyo. Kwakuba njalo yonke imithi yaseIdeni, eyona-yona mithi yaseLebhanon, yonke imithi eyayimi phezu kwamanzi, yaxola ngaphantsi komhlaba.

Uhezekile 31

Uhezekile 31:13-18