Uhezekile 29:20-21 Ibhayibhile (XHO96)

20. Ndimnike iJiputa ukuze ibe yimbuyiselo yomzabalazo wakhe wokundinceda ekunye nomkhosi wakhe, itsho iNkosi uNdikhoyo.

21. “Ngaloo mini ndiya kuhlumisa uphondo kwindlu kaSirayeli, nawe ndikwenze uwashumayeze ukhululekile. Baya kwazi ke ngoko ukuba ndinguNdikhoyo.”

Uhezekile 29