Uhezekile 28:26 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kuhlala apho bekhuselekile, baze bakhe izindlu, batyale nezidiliya. Baya kuba bekhuselekile xa mna ndisohlwaya abamelwane babo ababehlekisa ngabo. Baya kwazi ukuba ndinguNdikhoyo uThixo wabo.”

Uhezekile 28

Uhezekile 28:22-26