Uhezekile 28:25 Ibhayibhile (XHO96)

“Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Xa ndibabutha abantu bakwaSirayeli kwezo zizwe babebhacele kuzo, ndiya kuzityhila kubo phambi kwezizwe, bandazi ukuba ndinguThixo oyedwa. Baya kuhlala ezweni labo endandilinike isicaka sam uYakobi.

Uhezekile 28

Uhezekile 28:21-26