Uhezekile 20:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngosuku lweshumi kwinyanga yesihlanu ngonyaka wesixhenxe, kweza kum iqela lamadoda amakhulu akwaSirayeli, ahlala phambi kwam, eze kubuzisa *kuNdikhoyo.

Uhezekile 20

Uhezekile 20:1-9