Uhezekile 18:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngumntu owonileyo oya kufa. Unyana akayi kulithwala ityala likayise, noyise akayi kulithwala ityala lonyana. Olungileyo uya kuvuzwa ngobulungisa bakhe, okhohlakeleyo ohlwaywe ngenkohlakalo yakhe.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:13-21