Uhezekile 18:19 Ibhayibhile (XHO96)

“Niyabuza ke nina: ‘Ngani ukuba unyana angalithwali ityala likayise?’ Kaloku unyana wenze ubulungisa, wahamba ngokwemiyalelo yam; yena uya kubudla ubomi.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:10-28