Uhezekile 12:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Mntundini, uhleli nabantu abangabavukeli. Banamehlo, kodwa ababoni; baneendlebe, kodwa abaphulaphuli; kuba kaloku bangabavukeli.

Uhezekile 12

Uhezekile 12:1-10