Uezra 10:6 Ibhayibhile (XHO96)

Waza uEzra waphuma endlwini kaThixo, waya endlwini kaYohanan unyana kaEliyashibhi. Ngoko alapho ke wayengatyi engaseli manzi, kuba esazilele ukunganyaniseki kwabathinjwa.

Uezra 10

Uezra 10:1-8