Uezra 10:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku waphakama uEzra, waqokelela bonke ababingeleli abaphambili nabaLevi noSirayeli ephela, wathi mabafunge ukuba baza kwenza njengoko sekuthethiwe. Basenza ke isifungo.

Uezra 10

Uezra 10:1-13