Udaniyeli 9:21 Ibhayibhile (XHO96)

ewe, ndisathandaza njalo, gqi uGabriyeli, indoda ebendikhe ndayibona kumbono wam wangaphambili, endanda esondela kum ngexesha lokwenziwa kwamadini atshiswayo angokuhlwa.

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:15-23