Udaniyeli 9:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ndathi ndisathetha, ndithandaza, ndivuma isono sam nesono sabantu bakowethu amaSirayeli, ndizibika *kuNdikhoyo uThixo wam ngenxa yentaba yakhe eyodwa,

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:16-21