Udaniyeli 8:22 Ibhayibhile (XHO96)

Eziya mpondo zine ziphumileyo lwakuba lwaphukile oluya lokuqala, zimele imibuso emine eya kuphuma kulawulo lokumkani wokuqala. Yona ke iya kuba nganeno kwalo wokuqala ngokomelela.

Udaniyeli 8

Udaniyeli 8:17-27