Udaniyeli 8:2-4 Ibhayibhile (XHO96)

2. Kulo mbono ke ndazifumana ndikwisixeko esinqatyisiweyo iShushan, esithilini sase-Elam. Ndabona ndimi phezu komlambo iUlayi.

3. Apho ke phezu kwaloo mlambo ndabona nantso inkunzi yegusha eneempondo ezimbini ezinde kunene. Olunye lwazo ke lwalulude kunolunye, kodwa lona lwaluphume mva.

4. Le nkunzi ke ndayibona ilekuza ngezo mpondo, ibhekisa ngasentshona, ngasentla, nangasezantsi. Ewe, kwakungekho silwanyana sinako ukumelana nayo, kungekho ndlela yakusinda kuyo. Yayisenza unothanda, isiba nkulu ngokuba nkulu.

Udaniyeli 8