Udaniyeli 8:4 Ibhayibhile (XHO96)

Le nkunzi ke ndayibona ilekuza ngezo mpondo, ibhekisa ngasentshona, ngasentla, nangasezantsi. Ewe, kwakungekho silwanyana sinako ukumelana nayo, kungekho ndlela yakusinda kuyo. Yayisenza unothanda, isiba nkulu ngokuba nkulu.

Udaniyeli 8

Udaniyeli 8:3-9