Udaniyeli 7:14 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke wathiwa jize ngamagunya, amawonga, nobukumkani, zaza zonke izizwe, iintlanga, nabantu beelwimi ngeelwimi, zamkhonza. Ubukhosi bakhe ke babungunaphakade bungenasiphelo, nombuso wakhe ungenakudaka.”

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:4-18