Udaniyeli 7:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ndisabukele njalo kuwo loo mbono wasebusuku ndabona kusiza ofana nonyana womntu, esiza ephahlwe ngamafu. Ke kaloku waya kufika kwelo Nyange elimihla ingapheliyo, wasondezwa phambi kwalo.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:5-21