Udaniyeli 6:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ndigunyazisa kulo lonke kulo mbuso wam ukuba wonke umntu makamoyike amhlonele amthobele uThixo kaDaniyeli.“Kuba yena nguThixo ophilayo,uThixo okhoyo ngonaphakade.Umbuso wakhe soze utshatyalaliswe;ulawulo lwakhe alunasiphelo.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:21-28