Udaniyeli 6:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ukumkani uDariyo wabhalela zonke izizwe, iintlanga, nabantu beelwimi ngeelwimi ehlabathini jikelele, wathi: “Ngamana kunganda ngokugqithisileyo ukonwaba kuni nonke!

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:17-28