Udaniyeli 5:6 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto ke ukumkani yamothusa watsho wee rhubaxa, yadideka ingqondo yakhe, wangenwa yingevane, watyhwatyhwa, namadolo abetha-bethana.

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:1-12