Udaniyeli 4:37 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke mna Nebhukadenezare ndiyambonga ndimdumisa ndimzukisa uKumkani osezulwini. Kaloku konke akwenzayo kulungile, nezenzo zakhe zifanelekile. Ke bona abanekratshi yena uyabathoba.”

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:33-37