Udaniyeli 4:36 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndakubuyela ezingqondweni ke satsho sabuya isidima nobuhandiba bam, baza babuya nobungangamsha boburhulumente bam. Amaphakathi ndawonye nezikhulu zam zandifuna, ndabuyiselwa ngokuthe kratya ngobuhandiba esihlalweni sam.

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:28-37