Udaniyeli 3:14 Ibhayibhile (XHO96)

wabhekisa kuwo wathi: “Shedreki, Meshaki, nawe Abhednigo, ngaba yinyani ukuba nina niyala ukubanqula oothixo bam, ningavumi nokukhahlela kumfanekiso wegolide endiwumisileyo?

Udaniyeli 3

Udaniyeli 3:4-16