Udaniyeli 3:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wavutha ngumsindo, wathi mabaziswe kuye ooShedreki noMeshaki noAbhednigo. Aziswa ke la madoda phambi kokumkani,

Udaniyeli 3

Udaniyeli 3:3-15